Текст песни Nzulu - Amadodana Ase Wesile
Nzulu
yemfihlakalo,
Nzulu
yesimanga
Ezalise
umhlaba
nesibhakabhaka
Lenzulu
yesimanga
ngoka
Thixo
unyana
Oweza
ebantwini
ngokubasindisa
Wabona
uluntu
lonke
luwe
esonweni
Imiphefumlo
yonke
ihleli
elishweni
Wasikwa
yimfesane
engummangaliso
Wathabathela
kuye
lonke
ihlazo
labo
Kwaba
ngummangaliso
ukuzalwa
kwakhe
Waphila
wafundisa
ngokuncamisayo
Waba
ngummangaliso
umnqamlezo
wakhe
Wafa
woyisa
ukufa
kwaba
sisimanga
Hayi
obo
bunzulu
boluthando
lwakhe
Nalo
msebenzi
wakhe
ongummangaliso
Abakholwayo
namhla
abanakugwetywa
Ma
udunyiswe
Nkosi
kuse
ephakadeni
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.