Текст песни Yanga Intliziyo Yam - Amadodana Ase Wesile
Yanga
intliziyo
yam
Ingaphuma
ezonweni,
Wanga
umphefumlo
wam
Ungangen'
ebungcweleni
Yiva,
Yiva,
Nkosi
yam
Yiva
ukukhunga
kwam.
Kwanga
ukuhamba
kwam
Kungabheka
eZulwini
Zanga
Zonk'
izenzo
zam
Zingayama
eNkosini
Nceda,
Nceda
Nkosi
yam,
Nceda
ukukhunga
kwam.
Kwanga
ukuvuya
kwam
Ndingavuya
futhi
nawe
Ndanga
Ndinga
Nkosi
yam
Ndibe
seZulwini
nawe
Vuma,
Vuma,
Nkosi
Yam
Ndiye
eZulwini
nam
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.