Amanda Black - Buyela Kum текст песни

Текст песни Buyela Kum - Amanda Black



Mmhm
Andikwaz'ukulala ndicingana nawe
Uzobuya nini?
I need to hear your voice eb'suku nemini
Baby waam'! Ndithanda wena wedwa 'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa
I need to feel you close to me cause I can't breathe without you
Sthandwa sam' bambo lwam' why ungenza so 'theni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam bambo lami why undenza so then'undenza so oh ndifun'ukuhlala ndingowakhoooo
Buyela kum'
Buyela kum' sthandwaa
Ntliziyo yam'ifuna wenaa
Ooh noma awundithandi ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey waam'
Time and time again nditshona ndikhubeka andimfun' omunye ngaphandle kwakho
Kodwa ngyahluleka wen'uyabaleka
You dont love me like I love you baby baby
Mna ndifuna wena
Wen'ufunomunye...
Sthandwa sam' bambo lwam' why ungenza so 'theni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam bambo lami why undenza so then'undenza so oh ndifun'ukuhlala ndingowakhoooo
Why you makin' me so crazy
Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa
Udlala ngenhliziyo yam'
Tell me what I gotta do
'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu
Why you makin' me so crazy
Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa
Udlala ngenhliziyo yam'
Tell me what I gotta do
'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu




Amanda Black - Amazulu
Альбом Amazulu
дата релиза
11-11-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.