Текст песни Ndokulandela - Bongeziwe Mabandla
Phambi
kwabantu
bonke,
mna
ndiyafunga
Uba
bom'
endibuphila
ndibushiya
emva
Lemini
isisi'phawulo
iyah
ndiyazazisa,
andisenguye
mna
lo
ndandinguye
Ndokulandela
wena,
noma
wena
uyaphi
na
Ndokuhamba
ngawe
zonke
imini
zobomi
bam
Ndokulandela
wena,
noma
wena
uyaphi
na
Ndokuhamba
ngawe
zonke
imini
zobomi
bam
Nhliziyo
yami
yonke
ndiyibeka
phambi
kwakho
Andisenawo
wona
amandla
Ndincede
bawo
uzundamukele,
uyikhombe
indlela
ukuze
ndihambe
Ndokulandela
wena,
noma
wena
uyaphi
na
Ndokuhamba
ngawe
zonke
imini
zobomi
bam
Ndokulandela
wena,
noma
wena
uyaphi
na
Ndokuhamba
ngawe
zonke
imini
zobomi
bam
Izwe
lingangijekela
Bantu
bangiflathele
Mna
andijiki
Ndoku
Ndokulandela
Ndokulandela
wena,
noma
wena
uyaphi
na
Ndokuhamba
ngawe
zonke
imini
zobomi
bam
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.