Bongeziwe Mabandla - Wandenzanina текст песни

Текст песни Wandenzanina - Bongeziwe Mabandla




Uba ungabuya whe mlingo wentlungu yam
Kus'ke ngenye imini entabeni oh ndibone ngawe usiza oooh
Sinyuke silibale ibeengathi kulungile,
Kodwa uma litshona ilanga uphinde ukhumbule ukuba:
Wandenzani? Wandenzanina?
Uba singadibana ngoku sihamaba indlela, Sime sijopngane ooh
Sikhumbuzane eza mini. Amaxesha ndithi lawa adlulayo
Ngoba noba ndingazama andikwazi ukulibala ukuba:
Wandenzani? Wandenzanina?
Ubufuna uyazi, ngoku uyazi inyaniso
Ndandikuthanda ndikubeke elifeni
Waske wakhetha undigxeka ooh
Wakhetha ukudlala ngam wandi-wandishiya ndimile
Ngoku ndikhala ndibuzisa ukuba:
Wandenzani? Wandenzanina?
Oohh heyiheeh
Wandenzanina



Авторы: Kyla-rose Smith, Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla, Karabo Mohlala



Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.
//}