Brenda Fassie - No Yana текст песни

Текст песни No Yana - Brenda Fassie



Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Wakrazulwa ngenxa yam yha he I
Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Wakrazulwa ngenxa yam yahe he
Siyakubonga bawo ophezulu
Ngenceba zakho bawo ulithemba
Lethu bawo uli
Amen Amen Amen Amen Amen hallelujah
Ndoyana ndoyana Ndoyana phezulu
(Ndoyana Ndoyana Ndoyana Phezulu)
Ndoyana ndoyana Ndoyana phezulu
Nzohamba Nzohamba mna (Ndoyana phezulu)
Somlandela Somlandela u jesu
Somlandela Sibambe lo jehovah
Somla
Somla lalela (ulithemba lami)
Somla
Somla lalela
Somla
Somla lalela
Somla
Somla lalela
(Wakrazulwa)
Wakrazulwa ngenxa yam yah he (Ndoyana Ndoyana)
Wakrazulwa ngenxa yam yah he
Wakrazulwa ngenxa yam yah he
Wakrazulwa ngenxa yam yah he
Yebo
Ndoyana Ndoyana
Ndoyana phezulu
Ndoyana phezulu (Ndoyana haaaa
Ndoyana ha)
(Ndoyana nahhh ndoyana ha)
Ndoyana phezulu
Ndoyana ndoyana
Ndoyana phezulu (ndithi ndoyana ndoyana ndoyana)
Ndoyana ndoyana (phezulu)
Ndoyana phezulu
Sithembe kuwe (Amen Amen Amen amen hallelujah)
Sithembele kuwe (Amen Amen Amen Amen hallelujah)
Sithembele kuwe (Amen Amen Amen Amen hallelujah)
(Wena ulithemba) hallelujah
Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Wakrazulwa ngenxa yam yha he
Yebo
Ndoyana ndoyana
Ndoyana phezulu (Sihleli sihleli) Ndoyana phezulu
(Thembele kuwe) Ndoyana ndoyana
Ndoyana ndoyana
Ndoyana phezulu (Sithembele kuwe)
(Sithembele) Ndoyana ndoyana
Ndoyana phezulu (Sithembele kuwe)
Ndoyana ndoyana (umm hu)
Somalandela (ehe) somlandela u jesu
Somlandela sibambe lo jehovah
Amen amen amen amen
Amen amen amen amen hallelujah
Amen amen amen amen
Amen amen amen amen hallelujah
(Sithembele Sithembele kuwe)



Авторы: Brenda Fassie, J Kamela, Stargo


Brenda Fassie - Now Is The Time
Альбом Now Is The Time
дата релиза
29-05-2015




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.