DJ Fresh - Heavyweight текст песни

Текст песни Heavyweight - DJ Fresh

Yho (Yho yho)
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo)
Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo)
Sak' cela igood time ungayincishi
Phokotho mayifuze uMapintsh
Ithandwa sam sihlala ez'lalini
Ndisekapa ndithe mangandilindi

Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight
Yho
Ndithe nditouch down bandinika into zam bayaz' thola ekasi' lam ndiyiheavyweight
Pusha iminyaka neminyaka but klonyaka ispaji sotyeba njengoHeavy K
Ringa charlie ithin' iwey ingathi une issue
Medi zakhala uba andikho kuyabhora
Ringa i6-9 charlie iziku costa
Suicide door convoy sivaya ngeCorsa
I'm back in motion mpilo yam ingathi yimovie
Ndis' starring kulegame andina number plate
Iwey zam ndiz' philisa ebsuku iimedi ziy2 zibal'imali yam le yidouble date
From eKapa to eMonti kuthiwa ndiyabizwa
Khaltsha to Alex kuthiwa ndiyasikha
Cruiserweight champ yaseBhayi icela ipicture
Featherweight champ yaseJozi iyaboniswa
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo)
Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo)
Sak' cela igood time ungayincishi
Phokotho mayifuze uMapintsh
Ithandwa sam sihlala ez'lalini
Ndisekapa ndithe mangandilindi
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo)
Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo)
Sak' cela igood time ungayincishi
Phokotho mayifuze uMapintsh
Ithandwa sam sihlala ez'lalini
Ndisekapa ndithe mangandilindi
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight
Before uchecke in log(A) in
Before ndithenga idladla ndifuna imink
Andifuni mfazi oy1 ndifuna itwins
Ya ndifuna impumelelo before ndicishe
Because idlela yam oko ndisokolo
Mid day studio sitshitsha ibes'smokolo
Yena ulova usekas' ubusy yinombolo
Andithembi kwa ezwey zibha ne condom
But ndiphez' kwezinto okwes'ciko
Hay sundibamba nditshisa okomlilo
And yamnandi into yamva umsindo
Hood heavyweight nditya impilo
Settlers N2 zone 2
Uba ndifuna imali veske ndivule uPro Tools
Uba ufuna undibona khaw' vule icheque book
Ucinga uyandi skima because undithwasa kuFacebook
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo)
Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo)
Sak' cela igood time ungayincishi
Phokotho mayifuze uMapintsh
Ithandwa sam sihlala ez'lalini
Ndisekapa ndithe mangandilindi
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight (Yho yho yho yho yhoo)
Amajita am ayankala then we levitate (Yho yho yho yho yhoo)
Sak' cela igood time ungayincishi
Phokotho mayifuze uMapintsh
Ithandwa sam sihlala ez'lalini
Ndisekapa ndithe mangandilindi
Ndaz' thola ekas lam ndiyiheavyweight

DJ Fresh - Kryptonite
Альбом Kryptonite
дата релиза
16-08-2010

Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.