Dr Tumi feat. Banele Mahlangu - Udumo текст песни

Текст песни Udumo - Dr. Tumi




Udumo malube kuwe
Somandla sonini nanini
Mboniselo yam
Thixo wam
Endikholose ngaye
Udumo malube kuwe
Somandla sonini nanini
Mboniselo yam
Thixo wam
Endikholose ngaye
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
(Udumo udumo udumo)
Udumo malube kuwe
Somandla sonini nanini
Mboniselo yam
Thixo wam
Endikholose ngaye
(Udumo udumo lonke)
Udumo malube kuwe
Somandla sonini nanini
Mboniselo yam
Thixo wam
Endikholose ngaye
You're a faithful God, so kind
You keep us safe
You protect us Lord
You're our hiding place
Dearest to our hearts
We're hidden in you oh God
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
(Udumo)
Udumo malube kuwe
Somandla sonini nanini
Mboniselo yam
Thixo wam
Endikholose ngaye
(Udumo udumo udumo) Udumo malube kuwe
Somandla sonini nanini
Mboniselo yam
Thixo wam
Endikholose ngaye
(Wena, wena, wena) Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
(Wena, wena, wena)
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
(Wena, wena, wena)
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo
Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
ULihlathi lam
ULidwala lam
Endikholosa ngalo



Авторы: Tumisang Victor Makweya



Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.