Hugh Masekela - Khawuleza текст песни

Текст песни Khawuleza - Hugh Masekela



Khawuleza
Khawuleza
Khawuleza mama
Khawuleza
Fihla namagogo
O tshwala
Fihla namapelican
Fihla namagogo
Emigqombothi
Fihla namapana
Fihla namapelican
Fihla namagogo
O tshwala
Yakhala impempe
Eyamaphoyisa
Khawuleza
Khawuleza
Khawuleza mama
Khawuleza
Fihla namagogo
O tshwala
Fihla namapelican
Fihla nogavini
Fihla namabhabatoni
Vulani amamigo
We mama
Fihla namagogo
Emigqombothi
Abomama bayakhala emashabini
Sheshisa mama yo!
Fihla namagogo
Emigqombothi
Fihla nogavini
Fihla namapelican
Fihla namabhabaton
We! Mama
Nankha amaphoyisa
Azongena endlini mama
Khawuleza
Shshisa mama
Khawulza
Khawuleza mama
Njonga, njonga, njonga yo!
Khawuleza
Iyo mama
Khawuleza
Njonga njonga njonga yo!
Khawuleza
Iyo mama
Khawulza
Sheshisa mama
Njonga njonga njonga yo
Khawuleza
Iyo! Mama
Fihla namapelican
Njonga njonga njonga yo!
Khawuleza iyo mama
Fihla namabhabaton
Bathi nanka amaphoyisa
Ayangena endlini mama
Bathi khawuleza
Nanka amaphoyisa
Ayangena endlini mama
Khawuleza mama
Nanka amaphoyisa
Ayangena endlini mama
Bathi khawuleza
Nanka amaphoyisa
Ayangena endlini mama
Khawuleza mama
(INSTRUMENT)
Khawuleza
Khawuleza
Iyo mama
Khawuleza
Bathi nanka amaphoyisa
Ayangena endlini mama
Oh khawuleza
Nanka ya amaphoyisa
Ayangena endlini mama
Sheshisa mama
Khawuleza mama
Sheshisa mama
Azongena endlini mama
Sebathi fihla namapelican
Fihla namabhabaton
Fihla nemigqombothi
Fihla
Nanka azongena endlini
Fihla namagogo
Fihla namabhabaton
Fihla namapelican
Fihla nemigqombothi
Fihla nogavini



Авторы: Dorothy Masuka


Hugh Masekela - Black To the Future
Альбом Black To the Future
дата релиза
20-06-2005




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.