Jaziel Brothers - Mayenzeke текст песни

Текст песни Mayenzeke - Jaziel Brothers



Uyeeyeyeh
Uyeeyeyeh
Imizamo yam
Ayindisebenzelanga
Nazingcinga zam
Azindi sebenzelanga
Nguwe wedw 'owaziyo
Nguwe wedw 'owaziyo
Oooh hoooh
Mayenzeke intando yakho Bawo
Mayenzeke intando yakho
Somandla
Eyamingqondo iyandohlula
Obam ubunina buyandidanisa
Abahlobo bam
Abandisebenzelanga
Nokuqonda kwam akusebenzanga
Andazi, nguwe wedw 'owaziyo
Nguwe wedw 'owaziyo
Oooh oooh
Mayenzeke intando yakho Bawo
Mayenzeke intando yakho Somandla
Eyamingqondo iyandohlula
Obam 'ubunina buyandidanisa
Mayenzeke intando yakho Bawo
Mayenzeke intando yakho Somandla
Eyamingqondo iyandohlula
Obamu bunina buyandidanisa
Uyeeyeyeh,
Uyeeyeyeh,
Uyeeyeyeh,
Uyeeyeyeh,
Mayenzeke, intando yakho Bawo
Mayenzeke, intando yakho Somandla
Eyamingqondo iyandohlula
Obamu bunina buyandidanisa
Mayenzeke intando yakho Bawo
Mayenzeke intando yakho Somandla
Eyamingqondo iyandohlula
Obamu bunina buyandidanisa
Uyeeyeyeh
Uyeeyeyeh





Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.