Joyous Celebration - Ndaza (Live) текст песни

Текст песни Ndaza (Live) - Joyous Celebration



Ndaza emva koko ndeva
Sanga sisandi esikhulu
Sesihlwele esikhulu emazulwini
Oh ndaza mna emava koko
Ndeva isanga sisanda esikhulu
Sesihlwele esikhulu emazulwini
Sisithi haleluya
Usindiso nozuko
Nembeko namandla
Ngawe Nkosi uThixo wethu Awa amadoda amakhulu
Angamashumi amabili
Ona mane nezinto eziphilileyo zonke
Zisithi udumo kuwe
Angamashumi amabili
Ona amane nezinto eziphilileyo zonke
Zimele zikunike uzuko
Nembeko namandla
Ngawakho somandla
Zisithi haleluya uzuko kuwe
Haleluya siyakudumisa
Ufanelwe ukuthandazwa
Kufanelwe kuqutshudwe kuwe
Abantu bonke mabakwazi
Abantu bonke mabakwazi
Ngithi ngawakho Somandla nagwakho
Zisithi izithunywa kuye haleluya
Simunik′imbeko
Sikunika amandla wonke
Sikunika udumo lonke
Sithi bayede kuwe Somandla
Imbeko yonke ikufanele
Namandla ngawakho
Ngawakho Nkosi, nagwakho Nkosi
Saqubuda kuye uThixo
Ohleliyo phezu kwethole
Zisithi amen amen
(Amen. amen, amen, amen, haleluya)
Zisithi haleluya haleluya
Zisithi amen amen amen haleluya
Oh ufanelwe ukudunyiswa
Ufanelwe ukubongwa
Ufanelwe ukuthandazwa
Baba ukungcweliswa kungokwakho
Ufanelwe konko Zisithi haleluya siyabonga
Uthando olwakho unalo Somandla
Uthando lonke lwakho
Alufani nolwabantu
Olwabantu luyaphela
Olwakho wabethelwa ngalo onqamlezweni
Haleluya wabethelwa emthini wohlaza
Ngenxa yethu ungenatyala
Kungani ngingakubongi Somandla
Kungani ngingathi haleluya bo Oh haleluya zisithi amen amen
Amen haleluya
Zasho zonke izingelosi
Udumo kuwe amen amen
Haleluya



Авторы: Lindelane Mkhize, B Twani


Joyous Celebration - Rewind 2 (Live At Monte Casino)
Альбом Rewind 2 (Live At Monte Casino)
дата релиза
06-11-2015




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.