Текст песни Sabela - Joyous Celebration
                                                Yesu 
                                                lona
 
                                    
                                
                                                Wasus' 
                                                amatyala
 
                                    
                                
                                                Wahlamb' 
                                                izono 
                                                zam, 
                                                wabanguqhirha
 
                                    
                                
                                                Hey 
                                                iyoh 
                                                yoh 
                                                wabanguqhirh' 
                                                apha 
                                                kum
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Ngithi 
                                                Yesu 
                                                lona
 
                                    
                                
                                                Wasusa 
                                                amatyala
 
                                    
                                
                                                Wahlamba 
                                                izono 
                                                zam, 
                                                wabanguqhirha
 
                                    
                                
                                                Hey 
                                                iyoh 
                                                yoh 
                                                wabanguqhirh' 
                                                apha 
                                                kum
 
                                    
                                
                                                Sabela, 
                                                sabela 
                                                yoh 
                                                yoh 
                                                yoh
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Kutheni 
                                                ungamameli? 
                                                (kutheni 
                                                ungamameli?)
 
                                    
                                
                                                Yithikithi 
                                                lena 
                                                (yithikithi 
                                                lena)
 
                                    
                                
                                                Yiza 
                                                ke 
                                                nawe 
                                                uzosindisa 
                                                (ngithi 
                                                woza 
                                                nawe, 
                                                woza 
                                                nawe)
 
                                    
                                
                                                Woza 
                                                nawe 
                                                (woh)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                (sabela)
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Kutheni 
                                                ungamameli? 
                                                (kutheni 
                                                ungamameli?)
 
                                    
                                
                                                Yithikithi 
                                                lena 
                                                (yithikithi 
                                                lena)
 
                                    
                                
                                                Ngithi 
                                                woza 
                                                nawe, 
                                                woza 
                                                nawe 
                                                (Yiza 
                                                ke 
                                                nawe 
                                                uzosindisa)
 
                                    
                                
                                                Woza 
                                                nawe 
                                                (woh)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                (sabela)
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Thixo 
                                                wami
 
                                    
                                
                                                Wandenzela 
                                                inceba
 
                                    
                                
                                                Wandipha 
                                                unyana 
                                                wakhe 
                                                wabanguqhirh'
 
                                    
                                
                                                Hey 
                                                iyoh 
                                                wabanguqhirh' 
                                                apha 
                                                kum
 
                                    
                                
                                                Uyabizwa 
                                                ayoh 
                                                yoh
 
                                    
                                
                                                Wandenzela 
                                                inceba
 
                                    
                                
                                                Wandipha 
                                                unyana 
                                                wakhe 
                                                wabanguqhirh'
 
                                    
                                
                                                Hey 
                                                iyoh 
                                                wabanguqhirh' 
                                                apha 
                                                kum
 
                                    
                                
                                                Sabela, 
                                                sabela 
                                                yoh 
                                                yoh 
                                                yoh
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Kutheni 
                                                ungamameli? 
                                                (kutheni 
                                                ungamameli?)
 
                                    
                                
                                                Yithikithi 
                                                lena 
                                                (yithikithi 
                                                lena)
 
                                    
                                
                                                Yiza 
                                                ke 
                                                nawe 
                                                uzosindisa 
                                                (ngithi 
                                                woza 
                                                nawe, 
                                                woza 
                                                nawe)
 
                                    
                                
                                                Woza 
                                                nawe 
                                                (woh)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                (sabela)
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Ngithi 
                                                sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Kutheni 
                                                ungamameli? 
                                                (kutheni 
                                                ungamameli?)
 
                                    
                                
                                                Yithikithi 
                                                lena 
                                                (yithikithi 
                                                lena)
 
                                    
                                
                                                Ngithi 
                                                woza 
                                                nawe, 
                                                woza 
                                                nawe 
                                                (Yiza 
                                                ke 
                                                nawe 
                                                uzosindisa)
 
                                    
                                
                                                Woza 
                                                nawe 
                                                (woh)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                (sabela)
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                nawe 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                qwalasela 
                                                (sikubizel' 
                                                elemnqamlezweni)
 
                                    
                                
                                                Sikubizel' 
                                                elemnqamlezweni
 
                                    
                                
                                                Sithi 
                                                woza 
                                                (sithi 
                                                woza), 
                                                woza
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                nawe 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sikubizel' 
                                                elemnqamlezweni)
 
                                    
                                
                                                Sikubizel' 
                                                elemnqamlezweni 
                                                yoh 
                                                yoh 
                                                yoh
 
                                    
                                
                                                Sithi 
                                                woza 
                                                (woza), 
                                                woza
 
                                    
                                
                                                Woh, 
                                                woh, 
                                                kuthen' 
                                                ungamameli 
                                                iyoh
 
                                    
                                
                                                Woh, 
                                                woh, 
                                                kuthen' 
                                                ungamameli 
                                                iyoh
 
                                    
                                
                                                Woh, 
                                                woh, 
                                                kuthen' 
                                                ungamameli 
                                                iyoh
 
                                    
                                
                                                Woh, 
                                                woh, 
                                                kuthen' 
                                                ungamameli 
                                                iyoh
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Kutheni 
                                                ungamameli? 
                                                (kutheni 
                                                ungamameli?)
 
                                    
                                
                                                Yithikithi 
                                                lena 
                                                (yithikithi 
                                                lena)
 
                                    
                                
                                                Yiza 
                                                ke 
                                                nawe 
                                                uzosindisa 
                                                (ngithi 
                                                woza 
                                                nawe, 
                                                woza 
                                                nawe)
 
                                    
                                
                                                Woza 
                                                nawe 
                                                (woh)
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                (sabela)
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Sabela 
                                                uyabizwa 
                                                (sabela 
                                                uyabizwa)
 
                                    
                                
                                                Kutheni 
                                                ungamameli? 
                                                (kutheni 
                                                ungamameli?)
 
                                    
                                
                                                Yithikithi 
                                                lena 
                                                (yithikithi 
                                                lena)
 
                                    
                                
                                                Ngithi 
                                                woza 
                                                nawe, 
                                                woza 
                                                nawe 
                                                (Yiza 
                                                ke 
                                                nawe 
                                                uzosindisa)
 
                                    
                                
                                                Woza 
                                                nawe 
                                                (woh)
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                                                Sabela
 
                                    
                                
                            
                                Альбом
                                
Connecting The Nation                                
                                
                            
                        1 Keep The Faith
2 Izethembiso
3 Phind'ukhulume
4 His Spirit Is Here
5 Holy Ground
6 My Deliverer
7 My Help
8 Emmanuel
9 Sabela
10 Ngimi Lapho
11 Intethelelo
12 Because He Lives
13 Holy Holy
14 U Jesu Wami
15 Nguwe
16 Ongiholayo
17 Awe! Sathane
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.