Текст песни Umbhedesho (Live) - Joyous Celebration
Siyakudumisa
Thixo
Siyakuvuma
ukuba
unguYehova
Umhlaba
wonke
ubhedesha
wena
UYise
ongunaphakade
(You're
Everlasting)
Zonke
iingelosi
zimemeza
kuwe
KwaneZulu
nawo
onke
amandla
akulo
IKerubime
neSerafime
Zimana
zimemeza
kuwe
Uyingcwele,
uyingcwele
uyingcwele!
Yehova
Thixo
wemikhosi
Izulu
lizele
kwanomhlaba
Bubukhulu
nobungcwalisa
bakho
Amen,
Ameni...
Amen,
Amen,
Ameni...
Amen,
Ameni...
Amen,
Amen,
Ameni...
Nkosi
ndithembe
wena
Mandingaze
ndidaniswe
Nkosi
ndithembe
wena
Mandingaze
ndidaniswe
Nkosi
ndithembe
wena
Mandingaze
ndidaniswe
Nkosi
ndithembe
wena
Mandingaze
ndidaniswe
1 Umbhedesho (Live)
2 Izibongo Zenkosi (Live)
3 Uyangihola (Live)
4 Nguye Inkosi (Live)
5 Mthunzi Wami (Live)
6 Hay' Inyweba (Live)
7 Prayer (Live)
8 Akukho Okungenzeki (Live)
9 Ulithemba Lami (Live)
10 Lona Baratang (Live)
11 Yebo Ngiyazi (Live)
12 Xikwembu Xahina (Live)
13 Thethelela (Live)
14 Intando Emnandi (Live)
15 Even Me / Kungomusa (Live)
16 Ndizokulandela (Live)
17 Motho Mang Le Mang (Live)
18 Singamasotsha (Live)
19 Sweet Jesus (Live)
20 UNkulunkulu Uyangithanda (Live)
21 Kubo Bonke Othixo (Live)
22 Muphi Umhlobo (Live)
23 Dumisani (Live)
24 There Is No One Like You (Live)
25 Simakade Baba / Refreshing Times (Live)
26 O Tshepo Yaka (Live)
27 Njenge Ndluzele (Live)
28 Mthembe Njalo (Live)
29 Sebebuthwa (Live)
30 Ke Ngwana Wa Hao (Live)
31 Zulu Worship (Live)
32 Ingxangxasi (Live)
33 Lekker Smakie (Live)
34 Na Ma Ta (Live)
35 Baleka (Live)
36 Jerusalema (Live)
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.