Текст песни Hlala Nami - Lundi
Hlala
nami!
Litshonil'
ilanga,
Ubusuku
bufikile,
nkosi,
Ma
ndingasali
ndingenamncedi,
Ndenzel'
uncedo
ngokuhlala
nam.
Buya
khaw'leza
obo
bomi
bam,
Ndiya
siywa
zezomhlab'
izinto;
Ndibona
iinguquleko
zodwa,
Wen'
ongaguqukiyo:
hlala
nam.
Yiba
seloko
ukufuphi
nam,
Undigxothele
zonk'
iintsaba
zam;
NguWe
nkosi
onokundigcina,
Phakathi
kwentshunguzi:
hlala
nam.
Andinakuxhala
kukho
wena,
Lintlungu
neentsizi
azinani;
Luphi
uloyiso
lwakho
nchwaba?
Ndiya
koyisa
xa
Uhleli
nam.
Zibonakalis'
emehlweni
am,
Uz'undikhombise
okwezulu;
Ndikhanyisele
yonk'
indlela
yam,
Nasekueni
kwam
Uz'ube
nam.
1 Ngiyakwazi Ukukhanya
2 Ngenze Baba
3 Hamba Naye
4 Nxolele
5 Masithandaze
6 Jesu Othatele
7 Ubuhlungu
8 Unabantu
9 Yeka Ubuhle
10 Hlala Nami
11 Lungisa Indaba Yakhow
12 Lizalise
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.