Текст песни Bawo Baxolele - Lusanda Spiritual Group
Bawo
baxolele,
kuba
abazi
nto,
Ummiselo
wamanyange
Bawo
baxolele.
Bawo
baxolele,
kuba
abazi
nto
Ivuliw'iparadesi,
baya
ku
babaza
Bawo
baxolele,
kuba
abazi
nto
Mfazi
nank'unyana
wakho,
wokunyamekela.
Bawo
baxolele
kuba
abazi
nto,
Ungandishiyi
bawo
wam,
Kuyo
le
ntsunguzi.
Bawo
baxolele
kuba
abazi
nto
Ndiyanxanwa,
ndiyanxanwa
kulo
eli
futhe.
Bawo
baxolele,
kuba
abazi
nto
Kugqikiwe,
kuhlawuliwe,
liphelil'ityala.
Bawo
baxolele
kuba
abazi
nto
Yamkela
umphefumlo
wam
Bawo
baxolele!
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.