Текст песни Phefumlela - Lusanda Spiritual Group
Phefumlela
thixo
wethu
Xasithandazayo
kuwe
Sidalelubom
obutsha
Masikhanyiselwe
nguwe
Siyabuva
ubukho
bakho
Ukho
ukufuphi
kuthi
Siyalivi
lizwi
lakho
Uyathetha
umoya
wakho
Yesu
mthetheleli
wethu
Siphumoya
oqinayo
Asixhase
ngenyaniso
Xa
isono
sihendayo
Zusinyamele
bawo
Sakuxakwa
yintliziyo
Nobindleli'yazi
ibithanda
Ukungxhaxha
Xasingena
wumbi
umhlobo
Onokuvelana
nathi
Zusincede
mthuthuzeli
Kupheli
ziyoko
zethu
1 Amanxeba
2 Uyingcwele Yehovah
3 Uthweswe Ubukhosi
4 Phefumlela
5 Thetha Nam
6 Usebenza Ngawo
7 Wandamkela
8 Hao Mathata
9 Siwele Ngawe
10 Uluncedo Ngenyaniso
11 Enqabeni Engu Jesu
12 Kanye Nawe
13 Ngaphandle Kwakho
14 Izulu Lavuleka
15 Ndalahli Zono Zam
16 Indumiso
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.