Moneoa - Ndizokukhangela текст песни

Текст песни Ndizokukhangela - Moneoa



Ndingayaphi
Xandingasuka kuwe
Wonke umhlaba uwazi nje
Ubukhulu nobungcwele bakho
Abunolinganiswa nanto
Sithi thina (nesu umkhulu)
Siyomemela(siyomamela wena)
Sithi thina
Siyomamela
Xandibuhlungu
Ndizakukhangela
Xandibuhlungu
Ndizokukhangela
Akukhonto engahlula wena
Mdali wezulu nomhlaba
Nantsi lemvana eyasifela
Mayidunyiswe ntsuku zonke
Sithi thina
(Nesu umkhulu)
Siyomemela
(Siyomamela wena)
Sithi thina
(Jesu umkhulu)
Siyomamela
(Siyo mamela wena)
Xandibuhlungu
Ndizakukhangela
Xandibuhlungu
Ndizokukhangela
Xandibukhungu
Ndizokukhangela
Xandibuhlungu
Ndizokukhangela
Akekho
Akekho ofana nawe
Ndiyolandela wena nkosi
Noma konjani
Ngizi landela wena
Ndithi noma kunjani




Moneoa - Ziphi Inkomo
Альбом Ziphi Inkomo
дата релиза
23-08-2019




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.