MUSA - Nomkitha текст песни

Текст песни Nomkitha - MUSA



Ndibanjwa luvalo...
Xa ndibona wena
Andisakwazi nokuzi bamba.
Ndincuma kakhulu xa ndibona wena
Andali ndiyoyika...
Ukuthetha nawe
Kodwa Nomkhitha
Khand′nik'thuba
Ndithethe nawe
Ohhh
Ndyak′cela mamela
Ngawe ndyaz'fela
Ngawe ndyaz'fela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand′okwempela
Ndikthand′okwempela
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Buyandiphambanisa ubuhle bakho
Intliziyo yam igcwelu'thando lwakho
Inkomo zikhona, baph′abazali bakho
Ndizimisel ukba ngumyeni wakho.
Ndyak'cela mamela
Ndyakcela mamela
Ngawe ndyaz′fela
Ngawe ndyaz'fela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand′okwempela
Ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi
Ndyak'cela mamela
Ndyak′cela mamela
Ngawe ndyaz′fela
Ngawe ndyazfela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand'okwempela
Ndikthand′okwempela
Ndyakcela mamela
Ndyakcela mamela
Ngawe ndyaz'fela
Ngawe ndyaz′fela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand'okwempela
Ndikthand′okwempela
Nomkhithakazi
Nomkhithakazi



Авторы: Ntsika Fana Ngxanga, R Malinga


MUSA - Mr Serious
Альбом Mr Serious
дата релиза
29-04-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.