Nathi - Intliziyo текст песни

Текст песни Intliziyo - Nathi



Kukh'indawo, intnliziyo
Wayenz'u uThixo yafihlakala
(Repeat)
(Pre)
Angek'uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek'uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo
()
Kanti zisetshe wena, ngokwako
Uhamba kanjani
(Repeat)
Undihlambe intliziyo
Ndingekalali kobu buthongo
Undihlambe ezonweni
Ndigekalali kobu buthongo
(Pre -)
Ingakwenz uzibuz'
Imibuzo engaphendulekiyo
Ingakwenza ungalal' ebusuku
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho x2
Lent' uyenzayo
(Kanti zisetshe wena, ngokwakho)
Noba wenzani, uzenzela wena
(Repeat)
Kukh' indawo intliziyo
Wayenz' uThixo yafihlakala
(Repeat)



Авторы: Jaziel Brothers, Nathi


Nathi - Buyelekhaya
Альбом Buyelekhaya
дата релиза
10-03-2015




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.