Nathi - Ukuthanda Wena текст песни

Текст песни Ukuthanda Wena - Nathi



Repeat x2
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena
Kungemsebenzi wakho
Repeat x2
Oko ndathandana nawe
Bakhany"ubomi kwamnandi
Sathandana waba
Lubambo lwam
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena
Kungumsebenzi wakho
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ndithobela wena
Kungumsebenzi wakho
Repeat x3
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Repeat x2
Azange wakhe wandiphoxa
Azange wandishiya
Azange wakhe wandihlazisa
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Kwakhanya njengemini kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Repeat x3
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
END



Авторы: nkosinathi mankayi, bongani mahlaole


Nathi - Umbulelo Wam
Альбом Umbulelo Wam
дата релиза
28-10-2016


Еще альбомы
Исполнитель Nathi, альбом Dinonyane
2012
Исполнитель Nathi, альбом Dinonyane
2012
все альбомы


Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.