Текст песни Siyakudumisa Bawo - Ntsika , Lebo Sekgobela
Lo Thixo
Endimthandazayo
Akozeli,akalali.
Lo Thixo,endimthembileyo,unguYise
Wamabandla Onke eyh Ngangamsha entle yasekhay'ezulwini yeaheeeh.
Ungumabizwa'sabele.
Lo Thixo, endimsebenzelayo
Yena uyiNgcwele unothando nofefe
Ndiyamethemba xa ndisengxingweni.
Undimbathisa ingubo efudumeleyo.
Ngangamsha entle yasekhay'ezulwini
Ungumabizwa'sabele
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele (asimbonanga ofana nawe)
Simana sithi uyiNgcwele
Siyakudumisa Bawo
Lo Thixo, endimthandazayo
Akozeli,akalali.
Lo Thixo endimsebenzelayo
Yena uyiNgcwele unothando unofefe
Ngangamsha entle yasekhay'ezulwini.
Ungumabizwa'sabele(unguMadida)(mabizwa'sabele)
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele(unothando akekho'fana nawe)
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele
Siyakudumisa Bawo
Simana sithi uyiNgcwele
Siyakudumisa Bawo simana sithi uyiNgcwele.
Ooooohhhh uyiNgcwele Bawo
Ngcweeeeeeleeeee.
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.