Текст песни Imiyalezo - Orish
Funeke
ndinishiye
endaweni
endiyaziyo
uba
nizaw'
thandwa
O'sister
bam
bani
thanda
ukufa
Andinoni
shiya
endaweni
endiyaziyo
ninga
hlukumezeka
But
ke
apha
ekhaya
ke
thina
le
yethu
ifamily(anyana)
yethu
Andiqondi
uba
umntu
onothi
umntanaka
uyahlukumezeka
Umntana
angaz'
hlukumeza
ngokwakhe
Ndikude
ne
khaya
Ntliziyo
zimnyama
Kweli
golide
Zange
ndiy'mamele
imiyalezo
ka
tata
Zange
ndiy'mamele
Imiyalezo
ka
mama
Ndiphuphe
ndisenza
Le
Na
Le
Na
Le
Na
Le
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.