Ringo Madlingozi - Ncel'ukbuza текст песни

Текст песни Ncel'ukbuza - Ringo Madlingozi



Ncel'ukbuza uzondikhumbula xa ndingeko uzoyokhumbul Ingoma yam.
Ndicel'ukculela lengoma yothando uyazi ndiyakuthanda uyazi ndiyakfuna
Ndibambe tu, Ndibambe noba kutheni na inyaniso lendivayo,
Amahem- hem athi uyahamba uzifumanele ubumi obutsha
Heyy iza kum musuk'thanda buza ikamva lako
Liqhakazile, imini zonke yenza yonke ndibona wena wedwa.
Ndibambe tu, masiye phezulu
Luthando olu luzayo
Amahem-hem athi s'yahamba uzifumanele ubumi obumi obutsha.
Sondela kum masiye phezulu ikamva lethu
Liqhakazile imini zonke intsuku zonke ndibona wena wedwa.
Ndifuna wena wedwa
Sithandwa sam
Ndibona wena wedwa
Uzondikhumbulaaaa



Авторы: Ringo Madlingozi


Ringo Madlingozi - Ncel'ukbuza
Альбом Ncel'ukbuza
дата релиза
30-04-2019




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.