Текст песни Inkwenkwezi (Live) - Simphiwe Dana
Apho
ukhona
Londaw'
okuyo
Ndiyathemba
Uyinkwenkwezi
Ndibona
wena
Ezinkwenkwezini
Ndiyathemba
Uyinkwenkwezi
Uyinkwenkwezi
(Uyinkwenkwezi)
Khany'
ebumnyameni
(Khany'
ebumnyameni)
Ubumnyama
bungaka
(Khany'
ebumnyameni)
Ngathi
uwedwa
(jwi)
Uyinkwenkwezi
(Uyinkwenkwezi)
Khany'
ebumnyameni
(Khany'
ebumnyameni)
Ubumnyama
bungaka
(Khany'
ebumnyameni)
Bungakuginyi
(jwi)
Sibane
sam
Noma
lisibekele
nkwenkwezi
Ndiyabuva
u
Bugqi
bobukho
Bumnyama
bungaka
nkwenkwezi
Ndibona
wena
Ndibona
wena
Bumnyama
bungaka
nkwenkwezi
Uyinkwenkwezi
(Uyinkwenkwezi)
Khany'
ebumnyameni
(Khany'
ebumnyameni)
Ubumnyama
bungaka
(Khany'
ebumnyameni)
Ngathi
uwedwa
(jwi)
1 Malaika (Live)
2 Inkwenkwezi (Live)
3 Nzinga (Live)
4 Nokunyamezela (Live)
5 Si Volveré (Live)
6 Volver Volver (Live)
7 Mi Niná Lola (Live)
8 Chibok (Live)
9 Firebrand (Live)
10 Ulwandle Lutshile (Live)
11 Moving On (Live)
12 The One That Never Comes (Live)
13 Zandisile (Live)
14 Mayine (Live)
15 Sizophum' Elokishini (Live)
16 Umthandazo Wase Afrika (Live)
17 Iliwa Lam (Live)
18 Ndiredi (Live)
19 Jikel' Emaweni (Live)
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.