Thandiswa Mazwai - Ndiyahamba текст песни

Текст песни Ndiyahamba - Thandiswa Mazwai



Iyhoooooooo-oooo!! Ndiyahamba mna
Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini. Ndiyahamba. Ndiyahamba mna x2(iyhoooooo)
Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Ndixakekile. Ndixakekile.
Ndibona izimanga.
Ntliziyo yam
Isoloko ibuhlungu, ngemihlola ngemihlola
Apha emhlabeni heeh haa heeh haake
Yinto endizakuyithetha kuban le?
Ndiyekeleni. Ndiyekeleni Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini. Ndiyahamba. Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Set me free
Won't you set me free yeah
Cause its the reason that I live
Let my soul dance and my mind grow wings
I've seen things in this world
People killing people everyday
HEeh haa heeh haake
Yinto endizakuyithetha kubani le?
Ndiyekeleni. Ndiyekeleni
Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini.
Ndiyahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna



Авторы: THANDISWA MAZWAI, MALAMBULE


Thandiswa Mazwai - Zabalaza
Альбом Zabalaza




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.