Thandiswa - Ndiyahamba текст песни

Текст песни Ndiyahamba - Thandiswa



Search Results
Knowledge result
Ndiyahamba
Thandiswa Mazwai
Iyhoooooooo-oooo!! Ndiyahamba mna
Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini.
Ndiyahamba. Ndiyahamba mna (iyhoooooo)
Iyhoooooo)
Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Ndixakekile. Ndixakekile.
Ndibona izimanga.
Ntliziyo yam
Isoloko ibuhlungu, ngemihlola ngemihlola
Apha emhlabeni heeh haa heeh haake
Yinto endizakuyithetha kuban le?
Ndiyekeleni. Ndiyekeleni Ndiyekeleni mna
Ndiyahamba mfondini. Ndiyahamba. Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Set me free
Won't you...



Авторы: THANDISWA MAZWAI, MALAMBULE


Thandiswa - Grand Masters
Альбом Grand Masters
дата релиза
24-08-2015




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.