Thandiswa - Wakrazulwa текст песни

Текст песни Wakrazulwa - Thandiswa



Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade!
Kuze ndizifihle kuwe
Nxeba lika Yesu!
Yeyani na le mikrozo
Kwelo cala lakho?
Yeyegazi, yeyamanzi
Ma ndihlanjululwe
Ma ndihlanjululwe
Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade!
Kuze ndizifihle kuwe
Nxeba lika Yesu!
Linyembezi zeminyaka
Azingeze nto
NguWe, nkosi, osusayo
Zonk' izoono Zomntu
Andinanto esandleni
Ndize kanye, nkosi!
Se ndondele ekrusini
Ekubethelweni




Thandiswa - Belede
Альбом Belede
дата релиза
11-10-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.