Vusi Nova - Ndimfumene (feat. Mr Bow) [Remix] текст песни

Текст песни Ndimfumene (feat. Mr Bow) [Remix] - Vusi Nova



Mh, hm yeah yeah, oh'ho
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Mna nawe nzwakazi
Kudala si'hamba lendlela
Mna nawe baby
Kudala si'hamba lendlela
Kunzima kungekho lula
Izitha zam zenza umsebenzi wazo
Kunzima kungekho lula
Izitha zam zenza umsebenzi wazo, kodwa
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mina nawe nagatha
We was made for one another my love
Nambi-bo summer summer kucio nete nah
Ay khona bangezi balunge
Ikusani langi wena, wena ulange mina
I will always fight for you
'Cause you my love, you're my Queen
My everything murandziwa
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Ungawari gatha abange-lunge
Nirandza wena itakufashika ungwe
Ungawari gatha abange-lunge
Nirandza wena itakufashika ungwe
Iyoh yoh yoh
Sozebalunge ndiz'thandela wena
Sofa s'lahlane ngob'ungowam
Sozebalunge ndiz'thandela wena
Sofa s'lahlane
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Ndim'fumene osenyongweni kum
Ndim'fumene umaqondane wam
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye, ayo yo yo yo yo yo)
Mas'hambe ke (aye ye ye ye ye ye)



Авторы: Salvador Pedro Malaze, Vusumzi Nongxa


Vusi Nova - Ndimfumene
Альбом Ndimfumene
дата релиза
11-10-2017




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.