Текст песни Umbhedesho (Live) - ZaZa
Siyakudumisa
Thixo
Siyakuvuma
ukuba
unguYehova
Umhlaba
wonke
ubhedesha
wena
OYise
ongunaphakade
Zonke
iingelosi
zimemeza
kuwe
KwaneZulu
nawo
onke
amandla
akulo
IKherobime
neSerafime
Zimana
zimemeza
kuwe
Uyingcwele,
uyingcwele
uyingcwele!
Yehova
Thixo
wemikhosi
Izulu
lizele
kwanomhlaba
Bubukhulu
nobugcwalisa
bakho
Amen,
Ameni...
Nkosi
ndithembe
wena
Mandingaze
ndidaniswe
1 Kumnandi ukwethemba uJesu (Live)
2 Agere Pachigaro (Live)
3 Bayeke bahleke (Live)
4 Konke kuyenzeka (Live)
5 Ndza swi rhandza (Live)
6 Welikhwezi (Live)
7 Bevuya enkosini (Live)
8 Kusekhon'abantu (Live)
9 Wonk'amehlo (Live)
10 Bitso laka (Live)
11 Ntate (Live)
12 Alikho igama (Live)
13 Nkosi ndithembe wena (Live)
14 Papao (Live)
15 Emma; Emma (Live)
16 Diphiri Reprise (Live)
17 Umbhedesho (Live)
18 Ngizohlala la (Live)
19 I Will Sing (Live)
20 Holy (Live)
21 Namhla Nkosi (Live)
22 Diphiri (Live)
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.