Amadodana Ase Wesile - Mazithi Ngqondo Zethu Lyrics

Lyrics Mazithi Ngqondo Zethu - Amadodana Ase Wesile



Mazith' ingqondo zethu
Zimbonge uYehova
Kuba iinceba zakhe
Zimi ngonaphakade
Masithi kulonke
Sazis' igama lakhe
Kuba iinceba zakhe
Zimi ngonaphakade
Ngawo amandla akho
Ukhanyiseli lizwe
Kuba iinceba zakhe
Zimi ngonaphakade
Wondla izinto zonke
Ngaso isandla sakhe
Kuba iinceba zakhe
Zimi ngonaphakade
Ezintsizini zethu
Iliso liyabona
Kuba iinceba zakhe
Zimi ngonaphakade
Kubo bonke ooThixo
Akukho onjengaye
Kuba iinceba zakhe
Zimi ngonaphakade
Amen.



Writer(s): Thomas Mokhathi, Mongezi Nhose


Amadodana Ase Wesile - Greatest Hits (Zulu)
Album Greatest Hits (Zulu)
date of release
18-09-1998




Attention! Feel free to leave feedback.