Lyrics Nzulu Yemfihlakalo - Amadodana Ase Wesile
Nzulu
yemfihlakalo
Nzulu
yesimanga
Ezalise
umhlaba
Nesibhakabhaka
Lenzulu
yesimanga
Ngoka
Thixo
unyana
O
weza
ebantwini
Ngokubasindisa
Wabona
uluntu
lonke
Luwele
esonweni
Imiphefumulo
yonke
Ihlel'
elishweni
Wasikwa
imfesane
Engumangaliso
Wabathathela
kulo
Lonk'
ihlazo
labo
Kwaba
ngumangaliso
Ukuzalwa
kwakhe
Waphila
wafundisa
Ngobu
ngcwalisayo
Waba
ngumangaliso
Umnqamlezo
wakhe
Wafa
woyis'
ukufa
s
Saba
sisimanga
Hai
lobo
bunzulu
Bolu
thando
lwakhe
Nalomsebenzi
wakhe
Ongena
ku
qholwa
Aba
kholwayo
namhla
Abana
ku
gwetywa
Mau
dunyiswe
Nkosi
Kuze
phakadeni
(Harmonizing)
A
bakholwayo
namhla
Abana
ku
gwetywa
Mau
dunyiswe
Nkosi
Kuze
phakadeni
Attention! Feel free to leave feedback.