Angélique Kidjo - Lakutshona Llanga Lyrics

Lyrics Lakutshona Llanga - Angélique Kidjo




Lakutshon' ilanga
Zakubuy' inkomo
Ndakucinga ngawe
Lakutshon' ilanga
Yakuvel' inyanga
Phesheya kolwandle
Zakubuy' intaka
Lakutshon' ilanga
Ndohamba ndikufuna
Ezindlini nasezitratweni
Ezibhedlela, etrongweni
Ndide ndikufumane
Lakutshon' ilanga
Zakubuy' inkomo
Ndakucinga ngawe
Lakutshon' ilanga




Attention! Feel free to leave feedback.