Jaziel Brothers - Ngowam Lyrics

Lyrics Ngowam - Jaziel Brothers



Ndiphanse ndaphoswa ndisith' alukho
Ndancama ndisith' alusekho
Basekhona n' abanjena?
Basekhona n' abathanda ngempela?
Zange ndalubon' uthand' olunje
Ndaluphiw' uthand' olunje
Oluthi kum "hlala kumnandi
Hlala noba kunzima"
Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo
Xa esith' uyndthanda
Ndithanda nalendlela athetha nam
Xa esithi ndimoshile
Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo
Xa esith' uyandthanda
Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo
Xa esithi ndonile
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona lubambo lwam
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona sis'thandwa sam
Ndandithi mna uthandw' alukho
Ndisithi mna kudlwa nje
Basekhona n' abanjena?
Basekhona n' abathanda ngempela?
Zange ndalubon' uthand' olunje
Ndaluphiw' uthand' olunje
Oluthi kum "hlala kumnandi
Hlala noba kunzima"
Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo
Xa esith' uynd'thanda
Ndithanda nalendlela athetha nam
Xa esithi ndimoshile
Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo
Xa esith' uyandthanda
Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo
Xa esithi ndonile
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona lubambo lwam
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona sis'thadwa sam
Ndiyabulela bawo (Ndizithoba)
Ndyabulela nkosi (Ngal 'uthando)
Ndyabulela bawo(wayenz' indaba)
Ndyabulela bawo(Nam ndithandiwe)
Undiphile nkosi (uthando lwam)
Undinikile Somandla (sisthandwa sam)
Undiphile nkosi (ubambo lwam)
Undinikile Somandla (sisthandwa sam)
Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo
Xa esith' uynd'thanda
Ndithanda nalendlela athetha nam
Xa esithi ndimoshile
Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo
Xa esith' uyand'thanda
Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo
Xa esithi ndonile
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona lubambo lwam
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona sis'thandwa sam
Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo
Xa esith' uynd'thanda
Ndithanda nalendlela athetha nam
Xa esithi ndimoshile
Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo
Xa esith' uyand'thanda
Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo
Xa esithi ndonile
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona lubambo lwam
Myekeni lona ngowam
Myekeni lona sis'thandwa sam




Jaziel Brothers - The Journey Defined
Album The Journey Defined
date of release
28-06-2016




Attention! Feel free to leave feedback.