Jaziel Brothers - Ngumama Lyrics

Lyrics Ngumama - Jaziel Brothers



Kunganjani ndik'balisele ngendlela endimbona ngayo
Kunganjani nduk'cacisele ngendlela endimthanda ngayo
Oliphiw' uthando lomntu, wayiphiwa nemfesane
Akanyanzeli zonke zikuye, khani mjongeni
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Ngandinconywa ngabany' abantu, ngemizamo yakh' umama
Ngeziny' imini bendihleka, kodwa wena uhlal 'uzama
Namhlanje ndingumntu, ndiyakwaz' ukuthanda abantu
Namhlanje ndikhulile, ndiyakwaz nokuzenzela
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Utla otlwa kare ralele *
Jonga mnawe*
Uwezwe nadoda esisho AYO MAMA YO
Ndizombong' uYehova ngomama, akekho ofana naye
Ndiyambong' uYehova ngomama, ngoba akekho ofana naye
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Bari ke mme *
Sithi thina ngumama
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
Ubuhle bakhe abuthetheki
Uthando lwakhe lumi njalo
MAMA ngumama, MAMA ngumama
MAMA ngumama, MAMA ngumama




Jaziel Brothers - The Journey
Album The Journey
date of release
28-06-2016




Attention! Feel free to leave feedback.