Lyrics Thul' Umamele - Lon Ray
Ngena
ngena
wena
Nzotho
Oh
yeah
Ay
Thul'
umamele,
ndikxelele
Usbona
sispana
sfun'
impil'
engcono
kunale
Thul'
umamele,
ndikxelele
It's
taking
time
kodwa
oko
sqhuba
sibekezele
Thul'
umamele,
ndikxelele
Usbona
sispana
sfun'
impil'
engcono
kunale
Thul'
umamele,
ndikxelele
It's
taking
time
kodwa
oko
sqhuba
sibekezele
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Sichith'
ixesh'
elininzi
sihlel'
ethembeni
Apho
ngesithi
chu
endlelen
ey'
empumelelweni
Ushiy'
ikhaya
uthand'
ungathandi
Ngob'
uzam'
impilo
sbali
Kalok
bathi
impumelel'
uzoythol'
emazweni
Ixesha
anelanga
It's
either
that
or
imal'
iza
kudala
Yindab'
endal'
impil'
uqobo
yintsinda
badala
Kodwa
soze
ndiyeke
ndizoqhubeka
ndispana
Andizmati
nabanye
kakade
nemiz'
ayfani
Kukhon'
ubumnyam'
ebumele
budede
phamb'
koba
kuvel'
ukukhanya
Akukho
lula
ayaphel'
amandla
noba
kunjalo
andizuncama
I
gunning
for
that
paper
Ewe
akad'
umasind'
ezama
akatyala
Yeah
yeah...
Thul'
umamele,
ndikxelele
Usbona
sispana
sfun'
impil'
engcono
kunale
Thul'
umamele,
ndikxelele
It's
taking
time
kodwa
oko
sqhuba
sibekezele
Thul'
umamele,
ndikxelele
Usbona
sispana
sfun'
impil'
engcono
kunale
Thul'
umamele,
ndikxelele
It's
taking
time
kodwa
oko
sqhuba
sibekezele
Ndivuk'
ekseni
NdiyoPush'
ispani
Ndifun'
imali
Lashon'
ilanga
Ndikekayfumani
So
andilali
ke
Ndivuk'
ekseni
NdiyoPush'
ispani
Ndifun'
imali
Lashon'
ilanga
Ndikekayfumani
So
andilali
ke
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Thul'
umamele
Sizode
siphumelele
Whoah
Attention! Feel free to leave feedback.