Lyrics Abantu balendawo - Nathi
Kukhw'a
bantu
kule
ndawo
Abafun'ubona
ntwe
ntle
tu
Xa
bebona
omnye
umntu
ezama
bayonyanya
Bath'uzenza
ngcono,
ngcon'ulandeli
phupha
lakho
Ngcon'usabelu
bizo
lwakho,
hayi
Ngcono
kuthwa
uyaphambana,
kunokuba
Uphalale
njengabo
Xa
ndibulisa
bayathula
ndithi
molweni,
abavumi
Xa
ndidlula
bayathetha,
Akabulisi
ucing'ubungcono
Abasafuni
nohlala
nam
Xandingena
bayaphakama
bahambe
Uzos'imoshela
abantwana
lo
bakahambe
Bendifunu
thando
njena
Kant'abantu
balendawo
banjaniiii
Abafunu
bona
ntwentle
tu
Xa
bebona
omny'umntu
ezama,
bayonyanya
Bath'uzenza
ngcono
Ngcon'ulandili
phupha
lakho
Ngcon'usabelu
bizo
lwakho
oohh
Ngcono
kuthwa
uyaphambana
kunokuba
Uphalale
njengabo
Kanti
abantu
balendawo,
abufunu
bona
ntwe
ntle
tu
Xa
bebona
omnye
umntu
ezama
bayonyanya
Bath'uzenza
ngcono
End
1 Sabela
2 Umphefumlo Wam
3 Abantu balendawo
4 Inyembezi
5 Ukuthanda Wena
6 Amagama
7 La la la
8 Malumekazi
9 Amalongwe
10 Qathule
11 Ubuntu
12 Uthando Lwam
Attention! Feel free to leave feedback.