Ringo - Ekuseni Lyrics

Lyrics Ekuseni - Ringo



Umthandile na
Ekuseni
No qha, ehlale ku jola
No qha, i nyani uyazi
Ngab' umthandile na
Umthandile na
U yam' thanda
Ngek' ak' bambe ngo kwakhe
Ngek' az bonakalise
Uzaw' bona nge zenzo uyak' thanda
U yam' funa Mmm-Mmm
Ngek' ak' fune ngo kwakhe
Ngeke ak' fonele uyak' thanda
Ingaba um' thandile
Um thandile na ekuseni
No qha, e hlale ku jola
No qha, i nyani uyazi
Ngab' um thandile na
Um thandile na
Um thandile na ebusuku
No ma se uz' sola
No ma uyazi i nsulwa
Ngab um thandile na
Umthandile na
Ngam phikisi na nini na
Iba naye, Hamba naye
Iba naye mphefulweni
Ungabi naye na nini na
Kub uyak' thanda
Ma ka yazi nguwe wedwa
Ma ka azi bona yena yedwa
Ama xesha onke
I ngaba umthandile



Writer(s): Madlingozi Ringo


Ringo - Ndim Lo
Album Ndim Lo
date of release
28-09-2007




Attention! Feel free to leave feedback.