The Soil feat. Zakwe - Iinkomo - Beatbox Remix [Bonus Track] Lyrics

Lyrics Iinkomo - Beatbox Remix [Bonus Track] - The Soil , Zakwe



Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni
Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni (okay sure)
Ndathi ndisahleli phansi komthi kudlula yona
Leyo ntokazi, ndiyaqond' ibiyokh' amanzi ay'pha enzansi emlanjeni
Ndaphakama mna ndayilandela, njengo clever wase Gautini sondela
Molo sana
Ndicela ukuhamba nawe
Elothutyana ndivumele ndithethe nawe
Ndiyi ntsiki yekhaya
Ikhaya lakwa Ngxanga
Ndiyi nkosi lento ikwenza inkozana yam
Bamb'isandlasam s'thandwa
Uzakuba ngumama wabantwana bam
Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka
Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho
Bahlale phantsi bobabini babonisane
(Eh, eh, eh oh, oh, oh) Nkosiyami izinto siraythi
(Eh, eh, eh, eh)
Samza ndiyoyika (hai ayikho int'enjalo)
Ndoyika umama no tata (hayiko int'enjalo)
Umama uzakundi krwitsha
Utata uzakundibetha
Athi ndiya jola
Ntsika ndiyoyika (hhey lovie wami hlalanami sthandwa sami)
Ndoyik' umama, uzawundi betha (unamanga ayikho int'enjalo)
Utata uzawundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola
Mina angazi nokuthi ngiyiqalephi lendaba
Ngiqaluk'fika la ngabon' umtan' organd lendaba
Ngamlahlela nge single wang'bheka kabi wahamab
Nale life yobusingle istress my brother ah but then ngizoy' nale tax ngizoy'cover
Noma ng'kgafa idouble price kodwa mangena ngiya jumpa
Vele ngiyathwasa ukuthi bathi love is blind
And I believe you girl you ma love in a blend (you ma love in a blend)
Ungtshele mang'phazama khona ngizophapham' inqondo mayiihambana
Inumber mama mawungang'gaya ngizogkuba ngifone ntambama
Ngiyazi abanye bayahambahamba bagqume bephalaze
But mina ma' ngizothi thwa ngamagam' amnandi
You're my vibe in the jam, you that vibe in the club, you're the timing I want, me I'm timing and I want
Ngambonis' inkomo zikababa ngamcela kubadala
Get us the Preacher kuze ngiqhubeke ngenze isfakazo
Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni
Hayi andikazeke mna ndibone intombazane entle nje ngawe
Please ntombazane uzundikholelwe
Nditheth'inyan' sthandwa undi charmile
Ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe
Mna nawe baby sesitshatile
Please ntombazane uzundikholelwe ndithethinyani sthandwa ndikuthandile
Utatakho akandifun' akandifun, akandifuni utatakho akandifuni
Utatakho akandifun, utatakho akandifun, utatakho akandifuni
Akandifun', akandifun'
Utatakho akandifun' akandifun, akandifuni utatakho akandifuni
Akandifuni, utatakho akandifuni, utatakho akandifuni
Utatakho akandifuni akandifuni, akandifuni




The Soil feat. Zakwe - The Soil
Album The Soil
date of release
15-02-2013



Attention! Feel free to leave feedback.