Vusi Nova - Andizazi Lyrics

Lyrics Andizazi - Vusi Nova



Ndidibene nawe izolo uhamba naye
Yavele intliziyo yam yophuka
Ndidibene nawe izolo uhamba naye
Yona yavele intliziyo yam yophuka
Bathi uzenzile akakhali
Kodwa andikwazi ukukubona uhamba nomnye
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe?
Andizazi ndo (andizazi) k′ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi ndo (andizazi) K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yam yophelel′ aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Hey yah
Nabahlobo bam bayandibuza
Ngabe kuphelile oh manyani
Ndibaphendule ndithini na
Sthandwa sam
Ndixakekile sthandwa sam
Mna ndibidekile mna yintoni na
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe?
Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi ndo (andizazi)
K′ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yam yophelel′ aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Andizazi ndo (andizazi)
K′ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yam yophelel′ aph(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho wowu ooh oh ho-ooh
Andizazi ndo k′ba yinton na ndindedwa
Andizazi ndo k'ba yinton na ndinjenje nguwe baby
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe



Writer(s): Bongani Mahalole, Vususmzi Nongxa



Attention! Feel free to leave feedback.