Lyrics Xandingakuthemba - Vusi Nova
Xa
ndingakuthemba
Mhlaw'mbi
kungalunga
mhlaw'mbi
Izinto
zingalunga
Phakathi
kwam
mawe
yeahh
Kodwa
awthembakali
Kanti
ukukhula
nini
Kutheni
unje
Ufuy'izintshaba
hoooo
Baby
lonto
ayilunganga
yhooo
Lent'oyenzayo
Andisazi
siyaphi
na,
andisazi
konakelephi,
(4)
Wen'ufuna
ntoni
na
ndikwenzela
konke
Ndikwenzela
konke
(2)
Xa
ndihleli
ndodwa,
xa
ndihleli
ndedwa
Ndith'andisakufuni
kuphelile,
kuphelile
heee
kodwa
xa
ndinaye,
xa
ndinaye
hooo
hooo
Ndibanjwa
luthando
ndibethwe
luvalo
Yheeee
hooo
Uliculo
elimnandi
endlebeni
zam
uyingoma
heeey
Ndinothando
ngaphakathi
yhoooouu
baby
yhoooouu
baby
Masambe
ke,
masambe
ke
Mna
nawe,
mna
nawe...
mna
nawe
whoooo
whoo
whoo
whoo
whoo
Xa
ndingakuthemba
mhlaw'mbi
kungalunga
Mhlaw'mbi
izinto
zingalunga
Phakathi
kwam
nawe
yheeee
hoooo
1 Naninina
2 Memeza
3 Xandingakuthemba
4 Ndikuthandile
5 Thandiwe
6 Yan'imvula
7 Ndimfumene
8 Andzazi
9 Ndonele
10 Impazamo
11 Thandiwe (Bonus Track) [2015 Release]
Attention! Feel free to leave feedback.