Zonke - Ekhaya Lyrics

Lyrics Ekhaya - Zonke Dikana



Xa ndisiy' ekhaya baphuma bonke babonisane ngam'
Qho xa ndifika, bayandanga there ain't no place like home
Abantwana bayadlal' estratweni kumnandi ndyakhumbula
Abakhulu nabancinci badl' ubomi ndiyavuy' ubase khaya
Ewe mna ndiyafun' ubase khaya
(Ndenzelw' izintwe zimnandi)
Ewe mma ndyafun' ubase khaya
INTERLUDE
Now I know there's no place, like home
Whenever things go my way (I wanna be home)
Even when they go wrong (I wanna be there)
At home, at home
INTERLUDE
Xa ndisiy ekhaya ndiphath izinto ngoba bathembele ngam (ngoba bathembela ngam)
Qho xa ndifika, bayavuya ngoba bathembele kum'
Ugog' wam nabahlobo bakhe bonke bandilindile nabo
Ewe mna ndiyafun' ubase khaya
(Ndenzelw' izintwe zimnandi)
Ewe mma ndyafun' ubase khaya
INTERLUDE
Oh, oh, oh, oh, now I know there's no place, like home
Whenever things go my way (I wanna be home)
Even when they go wrong (I wanna be there)
At home, at home
Now I know there's no place, like home
Whenever things go my way (I wanna be home)
Even when they go wrong (I wanna be there)
At home, at home
INTERLUDE
Xa ndifun uthando (ndiy ekhaya, ndiy ekhaya)
Xa ndifun usapho (balindile, balindile
Xa ndifun ulonwabo (ndiy ekhaya, ndiy ekhaya)
Xa ndifuna, ndifuna
Ain't no place like, your home
Ewe mna ndiyafun' ubase khaya
Oh, now I know there's no place, like home
Whenever things go my way (I wanna be home)
And even when they go wrong (I wanna be there)
At home, at home
Oh, now I know there's no place, like home
Whenever things go my way (I wanna be home)
Even when they go wrong (I wanna be there)
At home. Oh, at home
At home. Oh, at home
I'm telling, at home, go home, at home at home
Oh, go home, go home
Go home



Writer(s): Mandla Mofokeng, Bruce Sebitlo, Zonke Dikana


Zonke - Life, Love 'n Music
Album Life, Love 'n Music
date of release
01-01-2007




Attention! Feel free to leave feedback.