047 - Sabelani paroles de chanson

paroles de chanson Sabelani - 047



Mama ndiyakhala
Kwaye ndi ndedwa
Ndicela ubambe ngesandla
And tell me I will be alright
Tata ndiyoikha
Kwaye ndiyacela
Cela undibonise indlela ×2
Haibo kunzima!
Kubuhlungu bo!
Ayaphela amadla ami
Ndiyak'dinga
Ndiyak'dinga yo
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
Sabelani bantu abadala
(Ndiyadika)
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga
MaDlamini
Ntombi enothando
Intsikelelo
Nam ndisidika
Sabela bawu
My mom must be praying for me
Ngoba ndiyak'dinga
Ndiyak'dinga oooh
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga
Ndicela kuthathwe ubumnyama kuvele ukukhanya ukuba bubomi bunzima
Sengiphelelwa ngamandla
Ndiguqa ngedolo kuni
(Bantu abadala)
Kuthathwe ubumnyama kuvele ukukhanya ukuba bubomi bunzima
Sengiphelelwa ngamandla
Ndiguqa ngedolo kuni
Bantu abadala
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
(Ndincedeni)
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
(Sabelani)
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga
Ndiyak'dinga
Ndiyakhala
Ndiyak'cela
Sabelani bantu abadala oh
Ndiyak'dinga.
(The End)



Writer(s): Sinethemba Dana


047 - Sabelani - Single
Album Sabelani - Single
date de sortie
09-12-2019




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.