Flash Ikumkani - Umbono Wam paroles de chanson

paroles de chanson Umbono Wam - Flash Ikumkani



Mna ndiyapusha ndiyaskarela nyan
Ndiyi la Bhuda iphakamisi ilali
Ba ndiwu bambile umxholo andiwulahli
Bendiskarela jozi ndingalali
Zabhatala ezo ntsuku andizibali
Flashikumkani iyaziwa nangubani
Andiyo wave ndiyi tsunami
Apha kule way ndimele ilali (ye ye)
Hayi andidlali
Ndifuni mali andisibhayi
Noba ungubani
Wakwa bani
Or uhamba nobani kabani
Apha kum kukhulumi mali
Ndingu madiba ndifuni madiba yandiva nantsika (ye)
Andikafiki ndisezokufika ndisezoba dina
Ndiya beva bethetha
Mna ndiqhuba ndisispana
Enye nenye andiyingeni
Ndizipusheli thesho mna
Ndize nge spani andina xesha le fame
Ndigcwalisi bag ngxaki ndiyi timer
Andina xesha lezo way
Thulu bukele izokwenzeka my nigga izospana le way
Izokwenzeka le way
Umbono wam nzowuphila la way
Izokwenzeka le way
Umbono wam nzowuphila la way
Funeka ukholo nantsika
Guqa nge dolo uthethe nothixo
Ngxaki zobomi ungavumi zikumise
Xa ubheka phambili soze ungafiki
Lo mlilo awucimi
Lenqwelo ayimi
Yaqhubekeka oko oko ayimisi
Ndiyahlanganisa
Ndiyapatanisa
Banye ogxa bam bandifuna ndiwile
Ndibheka phambili asoze ndijike
Ndithandazu uthixo andincede ndi win
Elalini yam bayazi ndiyi king
Ntwana se king ungabuza na phi
Ndivutha umlilo bayazi ndiyatshisa
Ndithandaza inkosi ithumele ingelosi
Ndingena kwa langa andiphethanga ne ntshiza
Andizanga ngomosha andizanga nge ngozi
Lomculo liyeza abantu mabaphile
Ngalo mculo my nigga ndiyaphilisa
Ndiqale nkeva lo mbono bewuphikisa
Ngoku baya kholwa ngoba ndaba bonisa
Ndiya beva bethetha
Mna ndiqhuba ndisispana
Enye nenye andiyingeni
Ndizipusheli thesho mna
Ndize nge spani andina xesha le fame
Ndigcwalisi bag ngxaki ndiyi timer
Andina xesha lezo way
Thulu bukele izokwenzeka my nigga izospana le way
Izokwenzeka le way
Umbono wam nzowuphila la way
Izokwenzeka le way
Umbono wam nzowuphila la way
Funeka ukholo nantsika
Guqa nge dolo uthethe nothixo
Ngxaki zobomi ungavumi zikumise
Xa ubheka phambili soze ungafiki
Funeka ukholo nantsika
Guqa nge dolo uthethe nothixo
Ngxaki zobomi ungavumi zikumise
Xa ubheka phambili soze ungafiki



Writer(s): Flash Ikumkani, Hlumile Mangoloti, Tinashe Freddy Junior Magidi


Flash Ikumkani - Umbono Wam
Album Umbono Wam
date de sortie
04-02-2022




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.