paroles de chanson Utshintsho - Flash Ikumkani
Ngubani
wathi
impilo
inga
lula
Akekho
azange
kutshiwo
ey
Kunini
ndizama
ndisenza
imigudu
ndifuna
itshintshe
impilo
ey
Ngapha
nexesha
alimanga
ey
Nalo
ixanduva
liyanda
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Inja
izikhotha
amanxeba
Ndibavile
abantu
bethetha
Ndibavile
abantu
bethetha
Besithi
besithi
besithi
besithi
"Lento
izophelela
phi"
"Yakhumbula
basathini"
Ndabe
ndibanjwe
yi
fame
Ndisiwa
ndisiwa
ndisiwa
ndisiwa
Wonke
umntu
ebe
zi
buza
ingaba
lentwana
kengoku
izophelela
phi
Lombuzo
ndiyawazi
andiqali
uwufumana
undikhumbuza
elalini
Ngoku
ndandiqala
zange
ba
ndiphe
ne
chance
Ndade
ndiphume
Thivini
Ngoku
ndiliqhawe
ndiyiphakamisile
ilali
Bavuye
bonke
engingqini
Ngoku
eMthatha
ndiyaziwa
Napha
eMonti
ndiyaziwa
Lento
isaqala
ayikagqibi
lento
ibukelwe
nandim
Ndafike
Kapa
bangqisha
sishoota
video
yama
phinda
Othuka
axhuma
amajita
iluvuyo
nemincili
Ngubani
wathi
impilo
inga
lula
Akekho
azange
kutshiwo
ey
Kunini
ndizama
ndisenza
imigudu
ndifuna
itshintshe
impilo
ey
Ngapha
nexesha
alimanga
ey
Nalo
ixanduva
liyanda
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ezingelayo
yiyo
ebhaqwayo
Inja
izikhotha
amanxeba
Nyani
le
way
yenzeka
Nyan
ndimele
inkeva
Nyan
ndiskarela
icweba
Hela
le
way
lentwana
iyayenza
Kwelinye
Icala
Ingathi
Iyaphasalaka
Banye
balahla
amathemba
Yonke
le
way
iyenzeka
Intwana
ezincinci
xandihambe
endleleni
elalini
zonke
zikhwaza
uflash
Ndiyila
Bhuda
yatyhuna
le
way
Ndikwa
yila
Bhuda
ibona
le
way
Ndikwa
yila
Bhuda
iphila
le
way
Ngoku
lixesha
lokuba
babone
eli
ikwa
lishishini
Kumele
ndiqhube
ndizame
ndiphande
ukuze
babone
utshintsho
Ndibuelela
eQonce
bandinikile
inxaso
kwatsho
akwa
fana
nokwana
Ndatsho
ndabona
iziqhamo
zihluma
Ndaqonda
nzawuphinda
nzawutyala
Ngoku
ndilinde
lomini
ye
mvula
Lixesha
lohlakula
kwam
Ngubani
wathi
impilo
inga
lula
Akekho
azange
kutshiwo
ey
Kunini
ndizama
ndisenza
imigudu
ndifuna
itshintshe
impilo
ey
Ngapha
nexesha
alimanga
ey
Nalo
ixanduva
liyanda
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
Akuncedi
into
ukhala
ndizoqhubeka
ndizama
Ndizode
ndilibone
utshintsho
ey
1 Emakhaya
2 Uthando (feat. Gmastermusiq, Pzho TKG & Sage Impepho)
3 Ndilapha (feat. Thalie Mambooica)
4 The Voice
5 Never Fall (feat. UManamathela)
6 Utshintsho
7 Ncasa
8 Quick Send (feat. Sims & Just G)
9 Blame On Me (feat. SKIIPS)
10 Patience (feat. Jayhood, Les-Ego & Meloproducedit)
11 No Hook (feat. Siya Seya)
12 Emagqabini
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.