paroles de chanson Price To Pay (G-MIX) - Glacier Boy
Yeah,
yeah
Ndiyavuka
ek'seni,
nd'yaphanda
Ndiphandela
ootata,
oomama,
abantwana
(Abantwana)
Ndiphandela
oosisi,
oobhuti,
ndiphandela
mna,
ndingabina
drama
(Akho
drama)
I
wake
up,
I
talk
to
God,
I
don't
wanna
die
today
(Today)
I
wanna
get
rich,
see
my
mama
happy
bro
there's
no
other
way
(Lessgetit)
Why
he
gotta
die
today?
(It
is
what
it
is)
They
told
me
there's
no
other
way
'cause
everybody
got
a
price
to
pay
(Yeah)
Why
he
gotta
die
today?
(Why
he
gotta
die
today?)
They
told
me
there's
no
other
way
cause
everybody
got
a
price
to
pay
(Yeah,
lessgetit)
Okay
hima,
kudala
ndifuna
ukumqonda
lomcimbi
Kudala
ndibone
abantwana
belila
Abantu
basekhaya
kudala
besilwa
"Indoda
ayikhali",
uswelekelwe
ngumama
wasekhaya,
nifuna
athini?
(Nifuna
athini?)
Xolo,
asifani
Mna
xa
ndivuka,
ndivuka
neplan
(Yebo)
Ndivuka
ndithetha,
ndiyenze,
ndispane
Ndivuka
ndisitsho
ukuba
ayikho
enye
indlela
(Ayikho)
Ndileqa
imali
nemali
kuphela
Intliziyo
iyakhala,
ndiyibiza
iThukela
yeah
Ndiphathele
ishot,
iglass
nesaucer
Sukundibuza
ngoba
ndiyibozza
Mna
ndiliMpondo,
andingomXhosa
njee
Thixo
omkhulu,
cela
und'xolele
Ndayeka
kudala
ukuleqa
iz'febe
I
said
what
I
said,
futhi
ndizoyimela
Susondela
ntwana,
uzohlatywa
ngemela
Thixo
omkhulu,
cela
und'xolele
Ndayeka
kudala
ukuleqa
iz'febe
I
said
what
I
said,
futhi
nd'zoyimela
Susondela
ntwana,
uzohlatywa
ngemela
(Let's
go)
Ndiyavuka
ek'seni,
nd'yaphanda
Ndiphandela
ootata,
oomama,
abantwana
(Abantwana)
Ndiphandela
oosisi,
oobhuti,
ndiphandela
mna,
ndingabina
drama
(Akho
smoko)
I
wake
up,
I
talk
to
God,
I
don't
wanna
die
today
(Today)
I
wanna
get
rich,
see
my
mama
happy
bro
there's
no
other
way
(Lessgetit)
Why
he
gotta
die
today?
(It
is
what
it
is)
They
told
me
there's
no
other
way
'cause
everybody
got
a
price
to
pay
(Lessgetit)
Why
he
gotta
die
today?
(It
is
what
it
is,
it
is
what
it
is)
They
told
me
there's
no
other
way
cause
everybody
got
a
price
to
pay
(Sekunje
ngoku)
Thixo
omkhulu,
cela
und'xolele
Ndayeka
kudala
ukuleqa
iz'febe
I
said
what
I
said,
futhi
nd'zoyimela
Susondela
ntwana,
uzohlatywa
ngemela
Thixo
omkhulu,
cela
und'xolele
Ndayeka
kudala
ukuleqa
iz'febe
I
said
what
I
said,
futhi
nd'zoyimela
Susondela
ntwana,
uzohlatywa
ngemela
(Khophinde)
Thixo
omkhulu,
cela
und'xolele
Ndayeka
kudala
ukuleqa
iz'febe
I
said
what
I
said,
futhi
nd'zoyimela
Susondela
ntwana,
uzohlatywa
ngemela
(Okok'gqibela)
Thixo
omkhulu,
cela
und'xolele
Ndayeka
kudala
ukuleqa
iz'febe
I
said
what
I
said,
futhi
nd'zoyimela
Susondela
ntwana,
uzohlatywa
ngemela
Ndiyavuka
ek'seni,
nd'yaphanda
Ndiphandela
ootata,
oomama,
abantwana
(Abantwana)
Ndiphandela
oosisi,
oobhuti,
ndiphandela
mna,
ndingabina
drama
(Akho
smoko)
I
wake
up,
I
talk
to
God,
I
don't
wanna
die
today
(Today)
I
wanna
get
rich,
see
my
mama
happy
bro
there's
no
other
way
(Lessgetit)
Why
he
gotta
die
today?
(It
is
what
it
is)
They
told
me
there's
no
other
way
'cause
everybody
got
a
price
to
pay
(Yeah)
Why
he
gotta
die
today?
(It
is
what
it
is,
it
is
what
it
is)
They
told
me
there's
no
other
way
cause
everybody
got
a
price
to
pay
(Sekunje
ngoku)
No
other
way,
everybody
got
a
price
to
pay
Said
there's
no
other
way
'cause
everybody
got
a
price
to
pay
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.