Heavy K feat. Natalia Mabaso - A Prayer paroles de chanson

paroles de chanson A Prayer - Heavy K feat. Natalia Mabaso



Ndifikile ndiyazinikezela
Kukho konke zundivikele umoya wami uyazinikezela
Noma ngubani na zundivikele
Kungaphela zonke izimali zalomhlaba
Bangangishiya bonke ndizihlalele ndingedwa
Kodwa uthando lwakho luphilisa wonke umhlaba
Kodwa uthando lwakho luphilisa wonke umhlaba
Xandthandw nguwe andisweli lutho ooh!
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Lomhlaba uyahlaba xandingekho kuwe
Izinsizi soze ziphele xandingekho kuwe
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Sendilivile izwi lakho
Andizophila ngaphandle kwakho
Ithemba lami ndilinika wena
Yonke impilo yami zundivikele
Zingakuwela zonke izinkinga zalomhlaba
Ungandishiya bomi ndizihlalele ndingedwa
Kodwa uthando lwakho luphilisa wonke umhlaba
Kodwa uthando lwakho luphilisa wonke umhlaba
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Lomhlaba uyahlaba xandingekho kuwe
Izinsizi soze ziphele xandingekho kuwe
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Xandithandwa nguwe andisweli lutho ooh!
Lomhlaba uyahlaba xandingekho kuwe
Izinsizi soze ziphele xandingekho kuwe




Heavy K feat. Natalia Mabaso - Khusta
Album Khusta
date de sortie
31-07-2020



Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.