Joyous Celebration - Alikho Elinye Ithemba (Live At The Emperors Palace, 2023) paroles de chanson

paroles de chanson Alikho Elinye Ithemba (Live At The Emperors Palace, 2023) - Joyous Celebration



Shu shu shu shu shu
Shu
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
Dwala lesimanga (Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Mabizwa sabele
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Nqus'thatu
(Ngaphandle kwakho) Ngaphandle kwakho
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Dwala lesimanaga ngaphandle kwakho (Ngaphandle kwakho)
Ngalahleka (Moy'ongcwele) Mnini mandla onke ngaphandle kwakho
(Ngaphandle kwakho) Ngiyashabalala
(Moy'ongcwele)
Mnini mandla onke ngaphandle kwakho (Ngaphandle kwakho) kuyaphela ngam
(Moy'ongcwele) Dwala lesimanga
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Sith' alikho
(Sithi alikh'eliny'ithemba)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Sith' alikho
(Sithi alikh'eliny'ithemba)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Alikho
Alikho elinye (Sithi alikh'eliny'ithemba)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele) Sithi alikho soze libelikho
(Sithi alikh'eliny'ithemba)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
Ngaphandle kwakho
Moy'ongcwele
Ngaphandle kwakho
Moy'ongcwele
Siyaphela ngaphandle kwakho
Siyashabalala ngaphandle kwakho
Kuyaphela ngathi ngaphandle kwakho
Sithi ngaphandle kwakho (Ngaphandle kwakho) yebo yebo
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
Sithi alikh'eliny'ithemba
Elingaphezu kwelelakho Baba
Moy'ongcwele
Moy'ongcwele
Khauzibonakalise
Bonakala lalalalalalala
Sithi alikho eliny'ithemba
Esingabalekela kulo
Esingapheph' apha kulo
Moya, moya
Moya-ya-ya-ya-ya
Moya
Sithi alikho elinye
(Sithi alikh'eliny'ithemba)
(Elingaphezu kwelelakho)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Sithi alikh'eliny'ithemba)
(Elingaphezu kwelelakho)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Ngaphandle kwakho)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele) Moya
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
Sithi Moya oyingcwele (Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)
Sithi alikho eliny'ithemba
Elingaphezu kwalelakho
Moya Moyo
Moy' Moy'ongcwele
Moya Moya Moya Moy'ongcwele
Kwabonakala ngok'vuk'ethuneni ukub'kuyadlulwa
Kwabonakala, kwi ntomb'yobopho, ukuba kuyadlulwa
Kwabonakala ku Davide, xa ebulal'ingonyama
Ngonyama, ngonyama
Ngonyama yeyeyeyeyeyeye
Ngonyama ngonyama
Ngonyama ngonyama
Ngonyama ngonyama
Bonakala somhlekazi
Bonakala dwala lesimanga
Bonakala mabizwa sabele
Bonakala s'nqus'thathu
Bonakala bonakala
Bonakala bonakala
Nkosi yami
Moya, Moya, Moya, Moya
Sithi Moy'ongcwele (Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele) Sithi Moy'ongcwele
(Moy'ongcwele, Moy'ongcwele)
(Moy'ongcwele, eii)
(Moy'ongcwele)



Writer(s): Siyanqoba Mthethwa, Lindelani Mkhize, Mnqobi Nxumalo


Joyous Celebration - Alikho Elinye Ithemba (Live At The Emperors Palace / 2023)




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.