Kelly Khumalo - Undithatha Kancinci paroles de chanson

paroles de chanson Undithatha Kancinci - Kelly Khumalo



I've never been the one to complain
Always find a way to take it in my stride
It's just my pride
Like a pile of salt in the rain
Your words carry a sting I can't explain
Cannot name this
Up and down, intangible
Suffocating, invisible
Coat that's tailor made to make me less
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ucing'uba ndingubanina
Ucing'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ubun'uba ndingubanina
Ubun'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ucing'uba ndingubanina
Ucing'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ubun'uba ndingubanina
Ubun'uba ndingubanina
The way I've been belittled
Took my heart a while to feel its not my size
I'm not your prize
If all the ways you love me shrink me
Can I stay where there's no place for me to thrive?
Can't reconcile this
Up and down, intangible
Suffocating, invisible
Coat that's tailor made to make me less
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ucing'uba ndingubanina
Ucing'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ubun'uba ndingubanina
Ubun'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ucing'uba ndingubanina
Ucing'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ubun'uba ndingubanina
Ubun'uba ndingubanina
Noba yeyemalini
Andiyifuni
Noba' ungayihombisa nangedayimane
Ixesha liphelile ayindilingane
Ayikho ngangam lendaba
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ucing'uba ndingubanina
Ucing'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ubun'uba ndingubanina
Ubun'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ucing'uba ndingubanina
Ucing'uba ndingubanina
Undithatha kancinci
Undijongela phansi bo
Ubun'uba ndingubanina
Ubun'uba ndingubanina



Writer(s): Nduduzo Henry Makhathini, Kelly Khumalo, Asanda Lusaseni Mvana, Hubert Batundi Muisha


Kelly Khumalo - Undithatha Kancinci - Single
Album Undithatha Kancinci - Single
date de sortie
18-10-2019




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.