paroles de chanson Umtu Wam' - Psyfo feat. iFani
Ndidlalele
ingom′ezimnandi
Ndidlalele
ingom'ezimnandi
Ndidlalele
ingom′ezimnandi
UMamThembu
uthand'ingom'ezimnandi
Ndikhule
eBlawa
ndikhule
ndingamazi
uTata
UmaKhulu
wami
ndikhule
ndimubiz′
UMama,
Undikhulisile
uMama,
ewe
undifundisile
uMama,
Ndigeza
endibetha
ngezandla,
undilungisile
uMama,
Zange
ndalibona
uthando
olunjeeee
njenge
lakho
Mamthembu
abantu
bendibona
mna
ndinjeee,
luthando
lakho
Mamthembu,
Ndikhule
ndikufundela
Mama
ndisithi
ndizakubulela
Mama
ndisithi
ndizaku
culela
Mama
IZulu
kodwa
lakhetha
ukukuthatha.
So
ndiyacela
Yesu
uzumngcine
uMama
xe
ehleli
nawe
uzum′dlalele
ingoma
ezimnandi.
Ndiyakucela
Bawo
Uzumgcine
Umama,
Xe
ehleli
nawe
uzumdlalele
ingoma
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi,
(Uma)
umamThembu
uthand′
ingoma
ezimnandi.
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi,
(Uma)
umamThembu
uthand'
ingoma
ezimnandi.
Bathi
akuncedi
ukhala
nangona
iqhawe
lam
limkile
ndicela
nivul′
icilongo,
Okanye
lama
culo
ase
wisile,
Ebehamba
eAssembles
of
God
(God)
ebeyithand′
icawa
(icawa)
Ebemthand'
UYesu
and
ebeyithandi
iNyama,
Ebene
sitoro
sakhe
afihla
kuso
ilekese
(ilekese)
Xa
′ndibona
ba
andikho
right
eb'sweni
athi
boy
hambo
thath′
ilekese
ndiyathemba
iZulu
limamkele
izono
zakhe
zixolelwe
If
zikhon'
ezishotayo
Ndicel′
uzibeke
kum
zonke
Nkosi.
Ndiyaceka
Yesu
uzumngcine
uMama
xe
ehleli
nawe
uzum'dlalele
ingoma
ezimnandi.
Ndiyakucela
Bawo
Uzumgcine
Umama,
Xe
ehleli
nawe
uzumdlalele
ingoma
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi,
(Uma)
umamThembu
uthand'
ingoma
ezimnandi.
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi,
(Uma)
umamThembu
uthand'
ingoma
ezimnandi.
I
hope
uyinxibile
iqhiya
apho
ezulwini
mamThembu
ungabonisi
uYesu
I
afro
yakho
mhlawumbi
angano
mona
ungabina
wari
mamThembu
ngam
ndi
ORight
uToys
ujongile
esemva
kwabantwan′
uToys
mamthembu
eey
kodwa
kunzima
sometimes
mthembu
yoooh,
eyyy
anyway
I
hope
uk'dlalela
ingom'
ezimnandi
apho
cause
ndiyakwazi
ubuwuthand′
umculo
Yesu
Please
ndiyak′cela,
Please
Yesu.
Ndiyaceka
Yesu
uzumngcine
uMama
xe
ehleli
nawe
uzum'dlalele
ingoma
ezimnandi.
Ndiyakucela
Bawo
Uzumgcine
Umama,
Xe
ehleli
nawe
uzumdlalele
ingoma
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi,
(Uma)
umamThembu
uthand'
ingoma
ezimnandi.
(Uzum)
mdlalele
ingom′
ezimnandi
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi,
(Uzum)
mdlalele
ingom'
ezimnandi,
(Uma)
umamThembu
uthand′
ingoma
ezimnandi.
Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.