Vusi Nova - Manyan-Nyan paroles de chanson

paroles de chanson Manyan-Nyan - Vusi Nova

Amehlo akho
Uncumo lwakho
Ilips zakho
Indlebe zakho
Hayi! nyani baby ndichazekile nguwe mna
Oh okanye kukhona into ondifakele yona?
Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela
Bayazibiza ngamagama yibhekamina ngedwa
Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela
Bayazibiza ngamagama bathi yibhekamina ngedwa
Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda
Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena

Yeh! bafethu ndihlala ndicingana naye
Umanimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda

Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndizohlala ndikuthanda
No babe ndizohlala ndikuthanda

Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole

Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.